Welcome to Lukhanyo Primary School
On behalf of parents, teachers and learners of Lukhanyo Primary School. I wish to welcome you all. Our school community is very excited with our new initiative; I want to thank every parent for believing in us, for trusting us with the huge responsibility of teaching your children. It is our view that education starts at home and schools are there to enhance that. The success of our children will depend on their attitude and choice. I am calling for your continuous support. Thank you.Abazali, ootitshala nabafundi base Lukhanyo bayanamkela. Isikolo sethu siyavuya kakhulu ngendlela entsha yobuchwepheshe yokunxibelelana lwekhompuyutha. Ndithanda ukubulela abazali ngokukholelwa nangokusithemba ngoxanduva olukhulu lokufundisa abantwana babo. Siyazi ukuba imfundo iqala ekhaya yandule ukuxonkxwa esikolweni. Impumelelo yabantwana bethu ixhomekeke kwindlela abenza ngayo izinto nezinto abazikhethela zona. Ndicel’umngeni wenkxaso yenu engagungqiyo.